Five Parts of the Course
- Icandelo 1 - Yintoni uKhuseleko lwaBantwana kwaye Kutheni luBalulekile?
- ICandelo 2 - Iindidi zeNgozi neeNdlela Abanokwenzakaliswa Ngazo Abantwana.
- ICandelo 3 - Zintoni Omawuzijonge xa uKhusela Abantwana Esikolweni Sakho.
- ICandelo 4 - Iindlela Ezifanelekileyo Zokuziphatha Kwabo Bonke Abantu Abadala Esikolweni Sakho.
- ICandelo 5 - Uxanduva Lwakho Ekukhuseleni Abantwana Esikolweni Sakho.
Types of Abuse
| English | XHOSA | 
|---|---|
| 
													Emotional Abuse												 | 
													Ukuxhatshazwa ngokomphefumlo												 | 
| 
													Physical Abuse												 | 
													Ukuxhatshazwa ngokwasemzimbeni												 | 
| 
													Sexual Abuse												 | 
													Ukuxhatshazwa ngokwesondo												 | 
| 
													Neglect												 | 
													Ukungahoywa												 | 
| 
													Bullying												 | 
													Ukuntlontwa												 | 
Translator: Noni Quku
Reviewer: Simphiwe
Xhosa Certificate of Completion
 
															Our Child Protection Training in Xhosa courses were written by Child Safeguarding experts and translated by native speaking educators. The language and instructional content are designed to meet the learning needs of mother tongue Xhosa speakers who work with children in schools, companies, charities, NGOs, and other organizations.
 
								 
								